Ngamanye amaxesha njengezibini ezitshatileyo siyabambeka. Asikwazi ukuya phambili. Isenokude ivakale ngathi iphelile, yaphuke ngokungenakulungiseka. Ndiye ndakhona. Ngamaxesha anje, “kubantu le nto ayinakwenzeka, kodwa kuThixo zonke izinto zinako ukwenzeka” (Mateyu 19:26).
Qhubekeka ukufunda