
Ngenxa yabazalwana nezihlobo zam ndithi,
“Uxolo malube nani.”
(Iindumiso 122:8)
Yesu, Sihlobo
Okanye kwi YouTube
TImbali yonqulo yoluntu izaliswe ngoothixo abakude lee ebantwini kanye njengokuba zinjalo iimbovane kuthi. Yiloo nto ke eyenza uYesu kunye nesigidimi sobuKristu sibe yinto engaqhelekanga. U-Thixo-umntu akafiki nemibane noloyiko kodwa uthando nobuhlobo. Ewe, uyasibiza bahlobo:Qhubekeka ukufunda