Iyure yeGolide kaSathana

 

Dkwiminyaka yam yoqeqesho lukamabonwakude, safunda iindlela ezininzi zokukhanyisa, kuquka nokusebenzisa “ixesha likaThixo” - elo xesha langaphambi kokutshona kwelanga xa ukukhanya kwegolide kukhukulisa umhlaba ngokukhanya okumangalisayo. Umzi bhanyabhanya udla ngokuthatha eli thuba lokufota imiboniso ekungenjalo kube nzima ukuyivelisa ngezibane ezenziweyo.Qhubekeka ukufunda