UMbhali woBomi noKufa

Umzukulwana wethu wesixhenxe: UMaximilian Michael Williams

 

NDIYATHEMBA awunangxaki ukuba ndingathabatha ixeshana elifutshane ukwabelana ngezinto ezimbalwa zobuqu. Ibiyiveki eneemvakalelo ethe yasisusa kwincam yolonwabo yaya kutsho kumda wenzonzobila...Qhubekeka ukufunda